找歌词就来最浮云

《Incwad’encane》歌词

所属专辑: Afro Tunes - The Blue Album 歌手: Zahara 时长: 05:05
Incwad’encane

[00:00:00] Incwad'encane - Zahara

[00:00:29] Ngeny'imini ndathi ndivuka

[00:00:34] Ndabona incwadi encane

[00:00:38] Ndabona ayiveli kumama lena

[00:00:41] Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam

[00:00:47] Ndaqhubeka mna ndafunda

[00:00:52] Ndifund'incwadi encane

[00:00:56] Ithi andazi ndobuya nini na

[00:01:01] Ndisathath'uhambo lwam

[00:01:06] Ndizokhangela phi na

[00:01:08] Ndizobuza bani na

[00:01:10] Mna ndifun'ubon isthandwa sam

[00:01:12] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:01:14] Ndizobuza kubani na

[00:01:17] Ndizobuza bani na

[00:01:19] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:01:21] Uma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:01:24] Ndizokhangela phi na

[00:01:26] Ndizobuza bani na

[00:01:28] Mna ndifun'ubon isthandwa sam

[00:01:30] Ma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:01:33] Ndizobuza kubanina

[00:01:35] Ndizobuza bani na

[00:01:37] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:01:39] Ma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:01:42] Ngeny'imini ndathi ndivuka

[00:01:46] Ndadibana nencwadi encane

[00:01:51] Ndabona ayiveli kumama lena

[00:01:54] Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam

[00:02:00] Ndaqhubeka mna ndafunda

[00:02:04] Ndifund' incwadi encane

[00:02:09] Ithi andazi ndobuya nini na

[00:02:13] Ndisathath'uhambo lwam

[00:02:18] Ndizokhangela phi na

[00:02:20] Ndizobuza bani na

[00:02:22] Mna ndifun' ubon' isthandwa sam

[00:02:25] Ma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:02:27] Ndizobuza kubanina

[00:02:29] Ndizobuza bani na

[00:02:31] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:02:34] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:02:36] Ndizokhangela phi na

[00:02:38] Ndizobuza bani na

[00:02:40] Mna ndifun'ubon isthandwa sam

[00:02:43] Uma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:02:45] Ndizobuza kubanina

[00:02:47] Ndizobuza bani na

[00:02:50] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:02:52] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:02:54] Ndavhunza ndavhunza

[00:02:58] Woo ndavhunza akaendepiko

[00:03:01] Hona mudiwa wangu

[00:03:03] Mudiwa wangu wepamoyo

[00:03:06] Dzoka zvako akaende piko

[00:03:12] Moyo wangu unorwadza ndikakufunga

[00:03:17] Misodzi yobuda

[00:03:19] Hoo na yobuda

[00:03:22] Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda

[00:03:26] Ndati dzoka zvako

[00:03:30] Ndizokhangela phi na

[00:03:33] Ndavhunza akaendepiko

[00:03:35] Mna ndifun'ubon isthandwa sam

[00:03:37] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:03:39] Ndizobuza kubanina

[00:03:41] Ndavhunza ndavhunza

[00:03:44] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:03:46] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:03:49] Ndizokhangela phi na

[00:03:51] Ndavhunza akaendepiko

[00:03:53] Mna ndifun'ubon isthandwa sam

[00:03:55] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:03:57] Ndizobuza kubanina

[00:04:00] Ndavhunza ndavhunza

[00:04:02] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:04:04] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:04:25] Ndizokhangela phi na

[00:04:27] Ndizobuza bani na

[00:04:29] Mna ndifun'ubon isthandwa sam

[00:04:32] Ma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:04:34] Ndizobuza kubanina

[00:04:36] Ndizobuza bani na

[00:04:38] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

[00:04:41] Uma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:04:43] Ndizokhangela phi na

[00:04:45] Ndizobuza bani na

[00:04:47] Mna ndifun'ubon isthandwa sam

[00:04:50] Uma ndifun'ubona isthandwa sam

[00:04:52] Ndizobuza kubanina

[00:04:54] Ndizobuza bani na

[00:04:56] Mna ndifun'ubona isthandwa sam

随机推荐歌词: