找歌词就来最浮云

《Iinkomo》歌词

所属专辑: The Soil 歌手: The Soil 时长: 04:06
Iinkomo

[00:00:07] Nazi inkomo ebuhlanti kuvume nabaphantsi besithi eyi sani kutheni angekhamthati ndathi yonk'int'irighti yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni

[00:00:28] Ndisahleli phantsi komthi yadlula yone leyontokazi ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlangeni ndaphakama mna ndayilandela ngengo clever wase rhawutini ndasondela sthandwa sam ndicela ukuhamba nawe elothutyana ndivumele ndithethe nawe ndiyi ntsiki yekhaya ikhaya lakwa ngxanga ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb'isandlasam s'thandwa uzakuba ngumama wabantwana bam ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho bahlale phantsi bobabini baxoxisane

[00:01:37] Samza ndiyoyika

[00:01:50] Hayi ayikho int'enjalo

[00:01:59] Ndoyika umama no tata

[00:02:19] Hayiko int'enjalo

[00:02:28] Umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola

[00:02:55] Hayi andikaze mna ndiyibone intombazane entle nje ngawe please ntombazane uzundimamele nditheth'inyan' sthandwa undi charmile ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile please ntombazane uzundimamele ndithet'inyani sthandwa ndikuthandile

[00:03:51] Tata'khe akandifuni akandifuni tata'khe akandifuni